Inguqulelo ka -lima ingesiNgesi:

-lima

plant

isenzi

  • 1

    plant
    cultivate
    Abalimi balima imifuno enjengamathanga, isipinatshi, amatswele, iitumato nezinye iindidi ezininzi The farmers plant vegetables like pumpkins, spinach, tomatoes and many other types
  • 2

    plant
    UMzwandile uyazilima iimbotyi Mzwandile is planting beans
  • 3

    grow
    Umakhulu ulima iintyatyambo ezintle egadini Grandmother grows beautiful flowers in her garden
  • 4

    plough
    Bayilimile intsimi They have ploughed the field