Inguqulelo ka -lunga ingesiNgesi:

-lunga

be good

isenzi

  • 1

    be good
    be fine
    be right
    Kulungile, ungangena egumbini ngoku Fine, you can enter the room now
    Zonke iimpendulo zilungile All the answers are good
  • 2

    fit
    fit in
    be suitable
    Uyalunga nawe pha emsebenzini? Do you also fit in there at work?
  • 3

    be kind
    Ulungile uThuli kubo bonke abantu Thuli is kind to everyone
  • 4

    be ready
    Ngaba ukutya kulungile? Is the food ready?