Inguqulelo ka -lungisa ingesiNgesi:

-lungisa

prepare

isenzi + isenzisa

  • 1

    prepare
    UMamJwarha ulungisa isidlo sangokuhlwa MamJwarha prepares dinner
  • 2

    repair
    mend
    fix
    Balungisa imoto ebomvu They fix the red car
  • 3

    arrange
    Abasetyhini balungisa izityalo The women arrange the plants
  • 4

    correct
    Lungisa umsebenzi wakho Correct your work