Inguqulelo ka -lungiselela ingesiNgesi:

-lungiselela

prepare for

isenzi + isenzisa + isenzelela

  • 1

    prepare for
    prepare to
    Lo msebenzi ubalungiselela umsebenzi olandelayo abafundi This activity prepares the learners for the next activity
    ULizeka uxakekile ulungiselela ukuya ethekweni Lizeka is busy preparing to go to the party