Inguqulelo ka -lwa ingesiNgesi:

-lwa

fight

isenzi

  • 1

    fight
    UJames noTom balwa esikolweni Tom and James fought at school
    Siza kulwa intlupeko We will fight poverty