Inguqulelo ka -miselwa ingesiNgesi:

-miselwa

be instructed

isenzi + isenzela + isenziwa

  • 1

    be instructed
    Wamiselwa ukuba aye apho aphalaze lo myalezo He was instructed to go there and announce this message
  • 2

    be established
    be appointed
    Ibhodi yeelwimi zoMzantsi Afrika yamiselwa ngowe-1996 The South African Language Board was established in 1996
  • 3

    be postponed
    Ityala liya kumiselwa olunye usuku The court case will be postponed to another date