Inguqulelo ka -nakana ingesiNgesi:

-nakana

identify

isenzi

  • 1

    identify
    begin to understand
    Umfundi unakana, achaze, abonise amanani nokunxibelelana kwawo The learner identifies, explains and shows the sequencing of numbers
  • 2

    recognise
    remember
    Wamnakana omnye umfo He recognised the other man