Inguqulelo ka -nakho ingesiNgesi:

-nakho

able to

intsiza-senzi

  • 1

    able to
    can
    Wonke umntu unakho ukufunda kakuhle Every person is able to read well
    Unakho ukubhala amabali amnandi? Can you write good stories?
    Abafundi banakho ukwenza lo msebenzi The learners can do this work
    Banakho ukwenza uqikelelo? Are they able to make a prediction?