Inguqulelo ka -ncedwa ingesiNgesi:

-ncedwa

be helped

isenzi + isenziwa

  • 1

    be helped
    be assisted
    Wancedwa ngabahlobo bakhe She was helped by her friends
  • 2

    be saved
    Wancedwa sisitulo esasisecaleni kwebhedi yakhe ukuze angawi She was saved from falling by the chair that was next to her bed