Inguqulelo ka -ngcangcazela ingesiNgesi:

-ngcangcazela

shiver

isenzi + isenzela

  • 1

    (from cold)
    shiver
    Umntwana uyangcangcazela yingqele The child is shivering from cold
  • 2

    (from fear)
    tremble
    shake
    Umzimba wakhe uyangcangcazela kukoyika Her body shakes from fear