Inguqulelo ka -ngqinelana ingesiNgesi:

-ngqinelana

agree with

isenzi + isenzela + isenzana

  • 1

    agree with
    UAthabile uyangqinelana nathi Athabile agrees with us
  • 2

    support
    match
    Abafundi baya kuxoxa ukuba yeyiphi engqinelana nayiphi Learners will discuss which one matches the other