Inguqulelo ka -nika ingesiNgesi:

-nika

give

isenzi

  • 1

    give
    present
    hand to
    Utata wakhe wamnika idayari njengesipho somhla wakhe wokuzalwa His father gave him a diary for his birthday gift
  • 2

    give
    provide
    supply
    Nika amagama amabini oonyana bakaJobe Give the two names of Job's sons
    Banika imiyalelo emifutshane, ecacileyo negqibeleleyo They give short, simple and explicit instructions