Inguqulelo ka -nikela ingesiNgesi:

-nikela

hand over to

isenzi + isenzela

  • 1

    hand over to
    Wabanikela kum abemi belizwe He handed over the citizens of the country to me
  • 2

    give to
    donate
    Abantu abazizityebi bafuna ukunikela ngaloo mizobo ecaweni The wealthy people want to donate those drawings to the church