Inguqulelo ka -nqanda ingesiNgesi:

-nqanda

prevent

isenzi

  • 1

    prevent
    Kungenziwa ntoni ukunqanda lo mkhuba? What can be done to prevent this habit?
  • 2

    stop
    Nqanda inja le kuqala, ndifuna ukuphuma First stop this dog, I want to leave