Inguqulelo ka -nqongophala ingesiNgesi:

-nqongophala

be scarce

isenzi

  • 1

    be scarce
    be short of
    Yamhlupha le meko uMziwandile kuba imali yayinqongophele This situation bothered Mzwandile because the money was scarce