Inguqulelo ka -nqumla ingesiNgesi:

-nqumla

cross over

isenzi

  • 1

    cross over
    Wanqumla kwangendledlana yeenyawo waya kufika endlwini ebusuku She crossed over the foot path and arrived home at night
  • 2

    cut off
    shorten
    UMvundla wanqumla intambo Rabbit shortened the rope
  • 3

    slaughter
    UDolosi wanqumla inkunzi yakhe yenkomo Dolosi slaughtered his bull