Inguqulelo ka -nuka ingesiNgesi:

-nuka

smell

isenzi

  • 1

    smell
    have a smell
    Inxina inamagqabi anuka kamnandi Wild mint has leaves that smell nice
    Phu! Kutheni endlwini yam kwanuka utywala? Pha! Why does it smell of alcohol in my house?