Inguqulelo ka -nyamezela ingesiNgesi:

-nyamezela

endure

isenzi

  • 1

    endure
    UMpayipheli unyamezele inyanga yonke ehleli loo mpilo Mpayipheli endured the whole month living like that
  • 2

    persevere
    UMandela wanyamezela emfundweni wada waphumelela ngowe-1942 Mandela persevered with education until he succeeded in 1942
  • 3

    be patient
    Nceda unyamezele de ubone iziphumo Please be patient until you see the results