Inguqulelo ka -nyusa ingesiNgesi:

-nyusa

raise

isenzi + isenzisa

  • 1

    raise
    bring up
    Kufanele banyuse ulondolozo lwamanzi kubaxhasi babo They should raise the conservation of water with their supporters
  • 2

    increase
    Nyusa inani lamagwinya am Increase the number of my vetkoeks (fat cakes)
    Khawuleza, nyusa isantya Hurry, increase the speed
  • 3

    lift up
    raise
    Emva kwethuba unyuse iingalo, wathula laa bhokisi After some time he lifted up his arms, and took down that box