Inguqulelo ka -ondla ingesiNgesi:

-ondla

feed

isenzi

  • 1

    feed
    nourish
    Yena uLindile Qawukeni umgumlimi kwaye wondla uluntu Lindile Qawukeni is a farmer and he feeds the community
    Ubisi lwebele lubalulekile ukondla usana Breast milk is important to nourish the baby
  • 2

    support
    Abazali banakho ukondla nokukhulisa iintsapho zabo Parents are able to support and raise their families