Inguqulelo ka -onga ingesiNgesi:

-onga

nurse

isenzi

  • 1

    nurse
    take care of
    Wazimisela ukonga umntwana wakhe de abe nempilo entle She was determined to nurse her child until her health was good
  • 2

    save
    Xa uthenga yona wonga imali When you buy it you save money