Inguqulelo ka -ongamela ingesiNgesi:

-ongamela

govern

isenzi

  • 1

    govern
    rule
    Inkosi uKhawuta ngunyana omkhulu kaGcaleka wongamela isizwe samaXhosa ngowe-1792 Chief Khawuta is the eldest son of Gcaleka and governed the Xhosa nation in 1792
  • 2

    direct
    manage
    oversee
    UMphathiswa uMeyer wongamela ukuzalisekiswa kweeprojekthi zemidlalo Minister Meyer directs the fulfilment of sports projects