Inguqulelo ka -phakamisa ingesiNgesi:

-phakamisa

raise

isenzi + isenzisa

  • 1

    raise
    lift
    Phakamisa iingalo zakho Raise your arms
  • 2

    pick up
    Ncedani, niphakamise iibhegi zeplastiki Please help pick up the plastic bags
  • 3

    uplift
    Ngokumncedisa ngemali yakhe ebephakamisa iimeko yakhe By helping him with his money she was uplifting his circumstances