Inguqulelo ka -phantse ingesiNgesi:

-phantse

nearly do

intsiza-senzi

  • 1

    nearly do
    almost do
    Sizilolonge -phantse imini yonke We exercised almost the whole day
    Ndiphantse ndahleka kodwa ndoyike utitshala I almost laughed but I was scared of the teacher