Inguqulelo ka -phathwa ingesiNgesi:

-phathwa

be carried

isenzi + isenziwa

  • 1

    be carried
    be held
    Ibhatyi yakhe iphethwe ngunkosikazi wakhe His jacket is carried by his wife
  • 2

    be ruled
    be governed
    Ngowe-1994 uMzantsi Afrika waphathwa ngurhulumente wentando yesininzi In 1994 South Africa was governed by a democratic government
  • 3

    be treated
    Wathengiswa esekesini eFransi, apho waphathwa kakubi She was sold to a circus in France where she was ill- treated
  • 4

    be touched
    be handled
    Waphathwa zizandla zabantu He was handled by the hands of the people
  • 5

    be bothered by
    be sick from
    UMaNdaba waphathwa sisisu naye Mandaba was also bothered by stomach-ache
  • 6

    be treated
    be given medical care
    Wathunyelwa eMelika apho waphathwa, ziingcaphephe zoogqirha She was sent to America where she was treated by the specialist doctors
  • 7

    be managed
    held
    Imali yomzi iphathwa nguNowinile The finances of the homestead are managed by Nowinile