Inguqulelo ka -phawula ingesiNgesi:

-phawula

notice

isenzi

  • 1

    notice
    note
    Waphawula noko uNonceba ukuba akonwabanga uLindile lo Nonceba noticed that Lindile was not happy
  • 2

    mark
    make a mark
    Phawula umthi ngamnye ofuna ukuwugawula Mark each tree that you want to chop down

Usetyenziso

In sense 1, this verb is usually followed by 'ukuba'.