Inguqulelo ka -phepha ingesiNgesi:

-phepha

avoid

isenzi

  • 1

    avoid
    walk around
    drive around
    UThembi waphepha iinkomo ezisendleleni, wayimisa imoto Thembi avoided the cows on the road, and stopped the car
  • 2

    duck
    bend quickly to avoid being seen or hit
    USiqhelo waphepha kwangoko, watsibela phantsi Siqhelo ducked immediately, and jumped to the ground