Inguqulelo ka -phila ingesiNgesi:

-phila

live

isenzi

  • 1

    live
    Siphila apha emhlabeni We live here on earth
  • 2

    be fine
    be all right
    be healthy
    Siyaphila sisi, unjani wena? We are fine sisi, how are you?
    Ndomelele kwaye ndiphilile I am strong and healthy
  • 3

    live on
    eat
    Ziphila ngantoni iimbovane? What do ants live on?