Inguqulelo ka -phoswa ingesiNgesi:

-phoswa

be thrown

isenzi + isenziwa

  • 1

    be thrown
    Yonke imithi iza kugawulwa iphoswe emlilweni All the tress will be chopped down and thrown into the fire
  • 2

    miss
    Namhlanje ke uphoswe ngumbono omhle So, today you have missed a beautiful sight