Inguqulelo ka -qabela ingesiNgesi:

-qabela

climb on

isenzi

  • 1

    climb on
    Waqabela ihashe lakhe uMgubasi wasinga ebukhweni Mgubasi climbed on his horse and went towards his in-laws
  • 2

    go over the top
    Bamtsala wanyuka eliweni wada waqabela ngaphezulu They pulled her up the rock until she went over the top
  • 3

    go to the top
    Siwele imilambo saqabela iintaba neenduli zodumo We crossed the rivers and went to the top of the famous hills and mountains