Inguqulelo ka -qalela ingesiNgesi:

-qalela

start from

isenzi + isenzela

  • 1

    start from
    Ukuqalela namhlanje, ndiza kubhala umbongo qho xa ndinexesha Starting from today, I am going to write a poem whenever I have time
  • 2

    do again
    Uhlale phantsi, emva koko waqalela wacofa kwa ezi nombolo She sat down and after that she started dialling these numbers again