Inguqulelo ka -qaqamba ingesiNgesi:

-qaqamba

throb

isenzi

  • 1

    throb
    ache
    be painful
    Intloko yam iqaqamba kakhulu My head throbs so much
  • 2

    shine
    be bright
    Lwaqala lwaqaqamba njengekhwezi kuye uncedo lukaZongezile To her, Zongezile's help started to shine like a star
  • 3

    excel
    be the best
    Umqulu kaSolomon waqaqamba kuba wawunomqukumbel’ olubhelu ngebala Solomon's file was the best because it had a beige-coloured cover