Inguqulelo ka -qengqeleka ingesiNgesi:

-qengqeleka

roll over and over

isenzi + isenzela + isenzeka

  • 1

    roll over and over
    roll down
    tumble
    Yaqengqeleka imoto yehla elo thambeka The car rolled down the hill
  • 2

    go by
    pass by
    Zaqengqeleka iinyanga kungekho sisombululo The months went by without any solution