Inguqulelo ka -qhuba ingesiNgesi:

-qhuba

drive

isenzi

  • 1

    drive
    Qhuba imoto wena, ndiza kulandela You drive the car, I will follow
  • 2

    continue
    go on
    proceed
    carry on
    Qhuba iindlebe ziphulaphule Carry on, I'm listening
  • 3

    conduct
    direct
    Umhlali ngaphambili uqhuba intlanganiso The chair person conducts the meeting
  • 4

    progress
    Ufudo lwaqhuba ngokucothayo lunqumla indlela The tortoise progressed, slowly crossing the road