Inguqulelo ka -qingqa ingesiNgesi:

-qingqa

specify

isenzi

  • 1

    specify
    stipulate
    Qingqa inani labantwana onabo Specify the number of learners that you have
  • 2

    stand up
    Qingqa mntwan' akhuthuk' amadolo akho Stand up child, your knees will be bruised
  • 3

    carve
    create
    Ndiza kuqingqa icephe ngolu khuni I will carve a spoon from this wood