Inguqulelo ka -qiqa ingesiNgesi:

-qiqa

comprehend

isenzi

  • 1

    comprehend
    understand
    Abafundi bayaqiqa bacinge nzulu ngokuthi bafunde eklasini Learners comprehend and think deeply by studying in class
  • 2

    think
    reason
    Qiqa phambi kokuba wenze Think before you act