Inguqulelo ka -sasaza ingesiNgesi:

-sasaza

sprinkle

isenzi

  • 1

    sprinkle
    scatter
    ULindi wasasaza umbona etafileni Lindi sprinkled the maize on the table
  • 2

    announce
    broadcast
    I-SABC isasaza iindaba yonke imihla The SABC broadcasts the news every day
  • 3

    spread
    Uye wasasaza zonke iintsholongwane egumbini lonke He spread all the germs throughout the room