Inguqulelo ka -sele ingesiNgesi:

-sele

already do

(-se)

intsiza-senzi

  • 1

    already do
    Weza sele ephala okwehashe lomdyarho He had already come, galloping like a race horse
    Sele siwenzile umsebenzi We've already done the work
    Abafana babese befikile edolophini The young men were already in town