Inguqulelo ka -shumayela ingesiNgesi:

-shumayela

preach

isenzi

  • 1

    preach
    Ushumayela ilizwi likaThixo He preaches God's word
  • 2

    announce
    Washumayela ukuba kwakhiwe izindlu zesikolo He announced that school buildings should be built