Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -suka in isiXhosa

: -suka1-suka2

-suka1

go away

isenzi

  • 1

    go away
    leave
    Suka apha, suka! Go away from here, go away!
    Wasuka waya kulala phantsi komthi She left and went to lie under a tree
  • 2

    start from
    reach from
    extend from
    Fakela iimpendulo ezingekhoyo, ukusuka kwesibhozo Fill in the missing answers, starting from eight
  • 3

    come from
    Ukukhanya kusuka elangeni, emlilweni nasezibaneni Light comes from the sun, fire, and lamps
  • 4

    be from
    come from
    Ndisuka eMonti I come from East London

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -suka in isiXhosa

: -suka1-suka2

-suka2

do then

intsiza-senzi

  • 1

    do then
    Kuthiwa enye inja ilume irhanisi, suka irhanisi lakhonkotha okwenja It is said that a dog bit the goose, and then the goose barked like a dog
    Abantwana babona inyoka enkulu basuka babaleka The children saw a big snake and they then ran away