Inguqulelo ka -sukela ingesiNgesi:

-sukela

as from

isenzi + isenzela

  • 1

    as from
    since
    Ukusukela namhlanje igama lakho unguNolisini As from today, your name is Nolisini
  • 2

    starting from
    Cwangcisa la manani ngokulandelelana ukusukela kuma-62 Arrange these numbers in order, starting from 62
  • 3

    chase
    Abantwana basukela inja The children are chasing the dog

Usetyenziso

Notice that '-sukela' does not translate as a verb in English.