Inguqulelo ka -susela ingesiNgesi:

-susela

as from

isenzi

  • 1

    as from
    Ukususela namhlanje ungumhlobo wam As from today, you are my friend
  • 2

    remove (for another purpose)
    Le ncwadi ndiyisusela ukuba ingachitelwa ngamanzi I have removed this paper so that it does not get splashed on by water