Inguqulelo ka -thabatha ingesiNgesi:

-thabatha

take

isenzi

  • 1

    take
    get
    Wathabatha ibhatyi nebhulukhwe ezaziphezu kwesitulo He took a jacket and pants that were on the chair
  • 2

    izibalo
    take away
    deduct
    subtract
    Thabatha isixhenxe kuma-20 Subtract seven from 20