Inguqulelo ka -thambisa ingesiNgesi:

-thambisa

soften

isenzi + isenzisa

  • 1

    soften
    cause to be soft
    Thambisa ufele Soften the leather
  • 2

    rub on
    Ndithambisa izandla zam ngeVaseline I rub Vaseline on my hands