Inguqulelo ka -thandwa ingesiNgesi:

-thandwa

be liked

isenzi + isenziwa

  • 1

    be liked
    Uyise lo uyathandwa ngaba bantu bonke His father is liked by all these people
    Iziselo ezibandayo zithandwa ngabantwana Cold drinks are liked by children
  • 2

    be loved
    be adored
    Kufuneka umntwana athandwe ngumzali A child must be loved by a parent
  • 3

    be popular
    UThandiwe uthandwa kakhulu Thandiwe is very popular