Inguqulelo ka -thatha ingesiNgesi:

-thatha

take

isenzi

  • 1

    take
    Uthatha iglasi yakhe ayitsho izale She takes her glass and fills it up
  • 2

    (time)
    last
    take
    Ifilimu ithatha iiyure ezimbini The film lasts two hours
  • 3

    regard as (someone or something)
    UBen ndimthatha njengomhlobo I regard Ben as a friend