Inguqulelo ka -thathwa ingesiNgesi:

-thathwa

be taken

isenzi + isenziwa

  • 1

    be taken
    Iingceba zathathwa zagalelwa engxoweni yeplastiki Broken pieces were taken and thrown into a plastic bag
  • 2

    mean
    be taken to mean
    refer to
    Kweli bali iinkomo zithathwa njengobutyebi In this story cattle mean wealth