Inguqulelo ka -thembisa ingesiNgesi:

-thembisa

promise

isenzi + isenzisa

  • 1

    promise
    Ndiyathembisa ukuba ndiya kuba ngumntwana olungileyo I promise that I'll be a good child
  • 2

    offer
    Udadewethu usithembise ngokusigodusa My sister offered to take us home