Inguqulelo ka -thetha ingesiNgesi:

-thetha

speak

isenzi

  • 1

    speak
    talk
    Thetha, Bheka, sive ezakho izimvo Speak Bheka, let us hear your opinions
  • 2

    mean
    Lithetha ntoni elo gama? What does that word mean?
    Uthetha into enjalo na? You mean something like that?
  • 3

    tell
    say
    Uthetha inyaniso, mkhuluwa You tell the truth, big brother
  • 4

    chat
    converse
    discuss
    Abafundi bathetha ngomfanekiso Learners chat about the picture