Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -thi in isiXhosa

: -thi1-thi2

-thi1

say

isenzi

  • 1

    say
    Uthi uza kukulinda apha eofisini de afike He says that she is going to wait in the office until he arrives
    Ndithe andifuni kuthetha namntu, qha ke I said I don't want to speak to anyone, that's it
    Uthini ke ukuphendula? What do you say in response?
  • 2

    show
    indicate
    say
    La wotshi ithi li-10:30 That watch says it is 10:30
  • 3

    (books, newspapers, etc.)
    say
    state
    Le leta ithi uza kufika ngeKrismesi This letter states that he will arrive at Christmas
  • 4

    mean
    Uthini ke kuloo ndawo, Gqirha? What do you mean by that, Doctor?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -thi in isiXhosa

: -thi1-thi2

-thi2

as

intsiza-senzi

  • 1

    as
    Lathi lakubizwa igama likaNolitha wanga uyaphupha As Nolitha's name was called out, it seemed as if she was dreaming